Imbongi yomthonyama yenze umbongo ojoliswe kumadoda abulala abantu abangomama CC BY-NC  — Ngexesha apho ukubulawa, ukudlwengulwa, impatho-mbi nokunyamalala kwabantu abangomama ngamadoda kwanabo bathandana nabo kuyinto esendabeni kwaye kuqhanqalazwa imini nezolo ngenxa yalemeko, inenekazi eliyimbongi yomthonyama nalo livakalise [...] ... Elitsha 3 d
Batyityimbiselwe umnwe oonqevu eKhayelitsha CC BY-NC  — Kwintlanganiso ebejoliswe ekufumaneni isisombululo kwinto yobugewu eqatseleyo eKhayelitsha kutshanje, onqali-ntloko batyityimbiselwe iminwe. ... Elitsha 3 d
Abantu abadala bathi badinga ulwazi ngokubhalisela ugonyo CC BY-NC  — Isebe lezeMpilo lithi lizakusebenzisa onompilo ukufundisa abantu abadala nabangafundanga ngokubhalisela ugonyo. ... Elitsha 3 d
Ukungabikho kwendawo zokuzonwabisa eScenery Park kubalulwe njenge ngxaki CC BY-NC  — Ukuzonwabisa ngeziyobisi ezifana notywala nendawo zentselo sele iyinto eqhelekileyo eScenery Park ... Elitsha 2 w
Imbongi Yamanzi CC BY-NC  — Imbongi Yamanzi ithi ayizange ikukhethe ukubonga koko kukubonga okwakhetha yona. ... Elitsha 2 w
Imbongi eneziphiwo ezininzi ithi ifuna uluntu lufunde ukuzimela CC BY-NC  — “Ubulungisa kuluntu ayonto yasini sithile, bubuntu, sisidima nokuzithanda.” ... Elitsha 3 w
Abahlali baseKhayelitsha bafuna indlela zokuphelisa ulwaphulo-mthetho CC BY-NC  — Ufakelo nokulondolozwa kwee-khamera ze-CCTV kunye nezibane, uqeqesho lwamapolisa ngokuphatha amatyala okuxhatshazwa kwabantu emakhayeni wabo kwakunye nokuqalwa kwee-ofisi eziphanda ulwaphulo-mthetho kube zezinye zezisombululo ezicetyiswe ngabahlali baseKhayelitsha [...] ... Elitsha 3 w
Isikolo esiphuma emagqabini sichaze imfihlelo yaso CC BY-NC  — Inqununu yesisikolo ithi imfihlelo yesisikolo yokusoloko iphuma emagqabini minyaka le yingqeqesho kunye noxanduva oluthi luthathwe ngumntu wonke. ... Elitsha 3 w
Makube chosi kube hele CC BY-NC  — U Lindokuhle Matina owaziwa ngelika Chosi uthi intlobo yesixhobo somculo asinantsingiselo inye, kuye kuxhomekeke kulomntu usidlalayo. ... Elitsha 3 w
Isibonelelo senkxaso sikarhulumente asinanto yokwenza nokumitha kwamantombazana CC BY-NC  — Iziko labantwana i-Children’s Institute kwiDyunivesithi yaseKapa i-UCT, likhuphe ingxelo echazayo okokuba izinga lokukhulelwa kwabantwana abancinci lichatshazelwa kukunqongophala kwemfundiso ngokwabelana ngesondo, ucalu-calulo ngokwesini, kunye neenkonzo zokuzala (reproductive healths ervices) ezingekho mgangathweni. ... Elitsha 3 w